IMBONISELO Novemba 2013 | Ubuxoki Obubangela Ukuba UThixo Angathandwa
Ubuxoki obufundiswe ezicaweni kangangeminyaka bubangela ukuba uThixo angathandwa aze abonakale ekude kuthi. Sazi njani ukuba uThixo akakho kude kuthi okanye akakhohlakalanga?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Izizathu Zokuba Abantu Bangamthandi UThixo
Ngaba uziva ukude kuThixo? Ngaba uThixo akathandeki? Funda ngesizathu sokuba amanye amaKristu ebevakalelwa ngolo hlobo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ubuxoki Bokuba UThixo Akanalo Igama
Ngaba igama likaThixo linokwaziwa lize lisetyenziswe? Kutheni libalulekile?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ubuxoki Obabangela Ukuba UThixo Angaziwa
Imfundiso yoThixo Oneziqu Ezithathu ibangela uThixo angaziwa yaye angathandeki. Ngaba unokuthanda umntu ongenakwaziwa okanye ongaqondakaliyo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ubuxoki Obabangela Ukuba Abantu Bathi UThixo Ukhohlakele
Abantu abaninzi bakholelwa ukuba uThixo wohlwaya abantu ngonaphakade. Ngaba uThixo ukhohlakele? Kwenzeka ntoni xa sisifa?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Inyaniso Inokunikhulula
Yiyiphi indlela awayibonisayo uYesu yokuhlola enoba iimfundiso zonqulo ziyinyaniso kusini na?
IZINTO EZINOKWENZA INTSAPHO YONWABE
Ukuthetha Nomntwana Wakho Okwishumi Elivisayo Ningakhange Nide Nixambulisane
Umntwana wakho okwishumi elivisayo uzama ukuzazi ibe ufuna ukuzibonakalisa ukuba ungubani. Unokumnceda njani?
SONDELA KUTHIXO
‘Umvuzi Wabo Bamfuna Ngenyameko’
Lukholo olunjani olukholisa uYehova? Ubavuza njani abantu abamnqula ngokuthembeka?
XELISA UKHOLO LWABO
‘Wavakaliswa Elilungisa Ngemisebenzi’
Ibali likaRahabhi libonisa njani ukuba sonke sibalulekile kuYehova? Sinokufunda ntoni kukholo lwakhe?
Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
Ngaba bonke abantu abalungileyo baya ezulwini? Funda oko kuthethwa yiBhayibhile.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ngaba AmaNgqina KaYehova Akholelwa Ukuba Icawa Yawo Yeyona Ichanileyo?
Ngaba uYesu wathi zininzi iindlela ezikhokelela elusindisweni?