YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA

Unokuba Nguvulindlela!

Unokuba Nguvulindlela!

Le nto ninokuyenza ingabakhuthaza abantwana benu babe ngoovulindlela.

Bazali fundani uMateyu 28:19, 20 nabantwana benu nize nincokole ngawo lo mbhalo.

Dawunlowudani le nto ninokuyenza.

Ncokolani nabantwana benu ngokuba oovulindlela baphila ubomi obunjani baze bazizobe bengoovulindlela. Bancedeni babuze uvulindlela lo mbuzo.