Oktobha 29–Novemba 4
YOHANE 18-19
Ingoma 54 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYesu Wayingqinela Inyaniso”:(imiz. 10)
Yoh 18:36—Eyona nto ithetha ngayo inyaniso buBukumkani obulawulwa nguMesiya
Yoh 18:37—UYesu wayingqinela inyaniso engenjongo kaThixo (ingcaciso yebinzana elithi, “ndiyingqinele inyaniso” elikuYohane 18:37)
Yoh 18:38a—UPilato wayihleka into yokuba kukho into ekuthiwa yinyaniso (ingcaciso yebinzana elithi, “yintoni na inyaniso?” elikuYohane 18:38a)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yoh 19:30—Kuthetha ukuthini ukuthi uYesu “wawunikela umoya wakhe”? (ingcaciso yebinzana elithi, “wawunikela umoya wakhe” elikuYohane 19:30)
Yoh 19:31—Bobuphi ubungqina obubonisa ukuba uYesu wafa ngoNisan 14, 33 C.E.? (ingcaciso yebinzana elithi, “imini yaloo Sabatha yayiyileyo inkulu” elikuYohane 19:31)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 18:1-14
YIKHUTHALELE INTSIMI
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala uze umbonise u-jw.org/xh.
Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa nombuzo wokubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 14 ¶6-7
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“AmaKristu Abonakala Ngothando—Vuyisana Nenyaniso”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi “Yibani Nothando Phakathi Kwenu”—Musa Ukuba Nemihlali Ngentswela-Bulungisa, Kodwa Vuyisana Nenyaniso. Ukuba ixesha liyavuma, thetha ngebhokisi ethi “Umzekelo WeBhayibhile Ongacinga Ngawo.”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 15 isiqe. 10-17 nebhokisi ethi “Ndiwuthathe Na Lo Msebenzi?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 32 Nomthandazo